1 Samuweli 14:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Bonke abantu abasenkampini boyika kakhulu kuquka nabo basenkampini esendle. Kwanamajoni+ ayesoyika. Kwaqalisa inyikima, waza uThixo wabenza badyuduzela bonke. 1 Samuweli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 14:15 IMboniselo,9/15/2007, iphe. 18-19
15 Bonke abantu abasenkampini boyika kakhulu kuquka nabo basenkampini esendle. Kwanamajoni+ ayesoyika. Kwaqalisa inyikima, waza uThixo wabenza badyuduzela bonke.