1 Samuweli 17:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Ngoko nangoko uDavide wagcinisa imigodlo yakhe kumgcini weempahla waza yena wabaleka waya emkhosini. Akufika apho, wabuza ukuba banjani abantakwabo.+
22 Ngoko nangoko uDavide wagcinisa imigodlo yakhe kumgcini weempahla waza yena wabaleka waya emkhosini. Akufika apho, wabuza ukuba banjani abantakwabo.+