1 Samuweli 19:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 UDavide wayebaleke wemka ukuze asinde. Waya kuSamuweli eRama.+ Wamxelela yonke into uSawule amenze yona. Emva koko, yena noSamuweli bemka, baya kuhlala eNayoti.+
18 UDavide wayebaleke wemka ukuze asinde. Waya kuSamuweli eRama.+ Wamxelela yonke into uSawule amenze yona. Emva koko, yena noSamuweli bemka, baya kuhlala eNayoti.+