42 UYonatan wathi kuDavide: “Hamba ngoxolo, kuba sobabini siye safunga+ egameni likaYehova sisithi, ‘Kwanga uYehova angaba lingqina phakathi kwam nawe, naphakathi kwenzala yam nenzala yakho ngonaphakade.’”+
Emva koko uDavide waphakama wahamba, noYonatan waya esixekweni.