1 Samuweli 28:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 UDavide wamphendula uAkishe wathi: “Uyazi kakuhle into eza kwenziwa ngumkhonzi wakho.” UAkishe wathi kuDavide: “Yiloo nto kanye ndiza kukwenza uhlale ungunogada wam.”*+
2 UDavide wamphendula uAkishe wathi: “Uyazi kakuhle into eza kwenziwa ngumkhonzi wakho.” UAkishe wathi kuDavide: “Yiloo nto kanye ndiza kukwenza uhlale ungunogada wam.”*+