1 Samuweli 30:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 UDavide wabuza kuYehova,+ esithi: “Ndiwaleqe na la majoni angabaphangi? Ndiza kuwafumana na?” Wathi yena: “Waleqe, kuba uza kuwafumana nakanjani, yaye uza kusindisa bonke abantu nayo yonke into.”+
8 UDavide wabuza kuYehova,+ esithi: “Ndiwaleqe na la majoni angabaphangi? Ndiza kuwafumana na?” Wathi yena: “Waleqe, kuba uza kuwafumana nakanjani, yaye uza kusindisa bonke abantu nayo yonke into.”+