2 Samuweli 5:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ukumkani namadoda akhe baya eYerusalem ukuze balwe namaYebhusi+ angabemi balapho. Wona ahlekisa ngoDavide esithi: “Soze ungene apha! Uza kugxothwa naziimfama naziziqhwala.” Nantsi into ababeyicinga, ‘UDavide akasoze angene apha.’+
6 Ukumkani namadoda akhe baya eYerusalem ukuze balwe namaYebhusi+ angabemi balapho. Wona ahlekisa ngoDavide esithi: “Soze ungene apha! Uza kugxothwa naziimfama naziziqhwala.” Nantsi into ababeyicinga, ‘UDavide akasoze angene apha.’+