2 Samuweli 6:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Kodwa ithe yakufika iTyeya kaYehova kwisiXeko SikaDavide, uMikali intombi kaSawule+ wakroba ngefestile, wajonga ezantsi wabona uKumkani uDavide exhuma-xhuma futhi edanisa phambi koYehova, waza wamdelela entliziyweni yakhe.+
16 Kodwa ithe yakufika iTyeya kaYehova kwisiXeko SikaDavide, uMikali intombi kaSawule+ wakroba ngefestile, wajonga ezantsi wabona uKumkani uDavide exhuma-xhuma futhi edanisa phambi koYehova, waza wamdelela entliziyweni yakhe.+