-
2 Samuweli 9:6IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
6 Xa uMefibhoshete unyana kaYonatan unyana kaSawule wadibana noDavide, ngoko nangoko wawa ngobuso waza waqubuda. UDavide wathi: “Mefibhoshete!” yena wathi: “Nasi isicaka sakho.”
-