1 Kumkani 4:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 uBhana unyana ka-Ahiludi, eTahanaki naseMegido+ nayo yonke iBhete-sheyan,+ engaseTsaretan ezantsi kweYizereli, ukusuka eBhete-sheyan ukuya eAbheli-mehola ukuya kummandla waseYokemam;+
12 uBhana unyana ka-Ahiludi, eTahanaki naseMegido+ nayo yonke iBhete-sheyan,+ engaseTsaretan ezantsi kweYizereli, ukusuka eBhete-sheyan ukuya eAbheli-mehola ukuya kummandla waseYokemam;+