6 Ngoku ke yalela abantu bakho ukuba bandicandele imisedare yaseLebhanon.+ Izicaka zam ziza kusebenza nezicaka zakho, yaye ezakho ndiza kuzibhatala ngaloo nto uthi mandizinike yona, kuba uyazi nawe ukuba akukho namnye kuthi ukwaziyo ukucanda imithi njengamaSidon.”+