1 Kumkani 11:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Andizukubukrazula bonke obu bukumkani.+ Ngenxa kaDavide umkhonzi wam nangenxa yeYerusalem endiyinyulileyo,+ ndiza kumnika isizwe esinye unyana wakho.”+
13 Andizukubukrazula bonke obu bukumkani.+ Ngenxa kaDavide umkhonzi wam nangenxa yeYerusalem endiyinyulileyo,+ ndiza kumnika isizwe esinye unyana wakho.”+