1 Kumkani 19:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Wangena emqolombeni+ wachitha ubusuku apho, waza weva ilizwi likaYehova lisithi: “Ubekwa yintoni apha Eliya?” 1 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 19:9 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 104 IMboniselo,7/1/2011, iphe. 21
9 Wangena emqolombeni+ wachitha ubusuku apho, waza weva ilizwi likaYehova lisithi: “Ubekwa yintoni apha Eliya?”