2 Kumkani 19:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Abemi bazo baza kuba ziintsizana;Baza kungcangcazela baze bahlaziswe. Baza kuba njengezityalo zasendle nengca eluhlaza,+Njengengca ephezu kwendlu etshiswe ngumoya wasempuma.
26 Abemi bazo baza kuba ziintsizana;Baza kungcangcazela baze bahlaziswe. Baza kuba njengezityalo zasendle nengca eluhlaza,+Njengengca ephezu kwendlu etshiswe ngumoya wasempuma.