2 Kumkani 21:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Ngaphezu koko, uManase wachitha igazi labantu abamsulwa abaninzi kakhulu, lagcwala iYerusalem yonke ukusuka kwelinye icala ukuya kwelinye,+ ukongeza kwisono sakhe sokwenza uYuda one, embangela ukuba enze izinto ezimbi emehlweni kaYehova. 2 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 21:16 “Sonke ISibhalo”, iphe. 74
16 Ngaphezu koko, uManase wachitha igazi labantu abamsulwa abaninzi kakhulu, lagcwala iYerusalem yonke ukusuka kwelinye icala ukuya kwelinye,+ ukongeza kwisono sakhe sokwenza uYuda one, embangela ukuba enze izinto ezimbi emehlweni kaYehova.