-
2 Kumkani 7:15IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
15 Bawalandela de baya kufika eYordan, ibe kuyo yonke loo ndlela kwakuthe saa iimpahla nezitya ezazilahlwe ngamaSiriya awayephakuzela, ebaleka. Babuya abo bathunywa bachazela ukumkani.
-