2 Kumkani 10:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Nize nazi ke, ukuba akukho nalinye kumazwi kaYehova awathethileyo uYehova ngendlu ka-Ahabhi elingazukwenzeka,*+ ibe uYehova uyenzile into awayithetha kumkhonzi wakhe uEliya.”+
10 Nize nazi ke, ukuba akukho nalinye kumazwi kaYehova awathethileyo uYehova ngendlu ka-Ahabhi elingazukwenzeka,*+ ibe uYehova uyenzile into awayithetha kumkhonzi wakhe uEliya.”+