2 Kumkani 14:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Kodwa uYehova wayethembise ukuba akazukumcima igama uSirayeli phantsi kwamazulu.+ Ngoko wamsindisa ngesandla sikaYerobhoham unyana kaYehowashe.+
27 Kodwa uYehova wayethembise ukuba akazukumcima igama uSirayeli phantsi kwamazulu.+ Ngoko wamsindisa ngesandla sikaYerobhoham unyana kaYehowashe.+