2 Kumkani 15:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 UYehova wambetha ukumkani, yaye waba neqhenqa+ de wafa. Wahlala kwenye indlu,+ ngoxa uYotham+ unyana wakhe wayephethe indlu, egweba abantu belo lizwe.+ 2 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 15:5 IMboniselo,4/15/2015, iphe. 17 8/1/2005, iphe. 11
5 UYehova wambetha ukumkani, yaye waba neqhenqa+ de wafa. Wahlala kwenye indlu,+ ngoxa uYotham+ unyana wakhe wayephethe indlu, egweba abantu belo lizwe.+