1 Kronike 23:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Umsebenzi wabo yayikukuncedisa oonyana baka-Aron+ kumsebenzi wendlu kaYehova, bongamele kwiiyadi+ nakumagumbi okutyela, bongamele ukucocwa kwayo yonke into engcwele nomsebenzi, bongamele nawuphi na umsebenzi wendlu kaThixo wokwenene.
28 Umsebenzi wabo yayikukuncedisa oonyana baka-Aron+ kumsebenzi wendlu kaYehova, bongamele kwiiyadi+ nakumagumbi okutyela, bongamele ukucocwa kwayo yonke into engcwele nomsebenzi, bongamele nawuphi na umsebenzi wendlu kaThixo wokwenene.