1 Kronike 27:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 UYowabhi unyana kaTseruya waqalisa ukubala, kodwa akazange agqibe, yaye uThixo waba nomsindo kuSirayeli ngenxa yale nto,+ ibe elo nani alizange lifakwe kwingxelo yembali yemihla kaKumkani uDavide.
24 UYowabhi unyana kaTseruya waqalisa ukubala, kodwa akazange agqibe, yaye uThixo waba nomsindo kuSirayeli ngenxa yale nto,+ ibe elo nani alizange lifakwe kwingxelo yembali yemihla kaKumkani uDavide.