2 Kronike 13:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 UYerobhoham zange aphinde awafumane amandla akhe olawulo ngemihla ka-Abhiya. Emva koko uYehova wambetha waza wafa.+
20 UYerobhoham zange aphinde awafumane amandla akhe olawulo ngemihla ka-Abhiya. Emva koko uYehova wambetha waza wafa.+