2 Kronike 20:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Ama-Amoni namaMowabhi abajikela abantu bommandla weentaba waseSehire,+ abatshabalalisa, abatshayela tu, yaye ukugqiba kwawo ukuhlasela abemi baseSehire, ahlaselana odwa.+
23 Ama-Amoni namaMowabhi abajikela abantu bommandla weentaba waseSehire,+ abatshabalalisa, abatshayela tu, yaye ukugqiba kwawo ukuhlasela abemi baseSehire, ahlaselana odwa.+