2 Kronike 21:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Uthe uYehoram akubuthathela kuye ubukumkani bukatata wakhe, wasiqinisa isikhundla sakhe ngokubulala bonke abantakwabo+ ngekrele, nezinye iinkosana zakwaSirayeli.
4 Uthe uYehoram akubuthathela kuye ubukumkani bukatata wakhe, wasiqinisa isikhundla sakhe ngokubulala bonke abantakwabo+ ngekrele, nezinye iinkosana zakwaSirayeli.