2 Kronike 21:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Kodwa ngenxa yesivumelwano awayesenze noDavide, uYehova akazange afune ukuyitshabalalisa indlu kaDavide,+ kuba wayethembise ukuba uza kuhlala enika uDavide noonyana bakhe isibane.+
7 Kodwa ngenxa yesivumelwano awayesenze noDavide, uYehova akazange afune ukuyitshabalalisa indlu kaDavide,+ kuba wayethembise ukuba uza kuhlala enika uDavide noonyana bakhe isibane.+