18 Emva koko, uYehoyada wathi ababingeleli nabaLevi mabaphathe endlini kaYehova, abo uDavide wayebabeke ngokwamaqela ukuze basebenze endlini kaYehova, bebingelela imibingelelo etshiswayo kaYehova+ ngendlela ekubhalwe ngayo kuMthetho kaMoses,+ benza le nto bevuya, becula ngokomyalelo kaDavide.