-
2 Kronike 26:20IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
20 Uthe xa uAzariya umbingeleli oyintloko nabo bonke ababingeleli bemjonga, bambona ukuba ubethwe ngeqhenqa ebunzi! Bakhawuleza bamkhupha apho, naye wakhawuleza waphuma, kuba wayebethwe nguYehova.
-