2 Kronike 26:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 UKumkani u-Uziya waba neqhenqa de wafa, ibe wayehlala kwenye indlu, njengomntu oneqhenqa,+ kuba wayengavumelekanga endlini kaYehova. UYotham unyana wakhe wayephethe endlini kakumkani,* egweba abantu belo lizwe.+
21 UKumkani u-Uziya waba neqhenqa de wafa, ibe wayehlala kwenye indlu, njengomntu oneqhenqa,+ kuba wayengavumelekanga endlini kaYehova. UYotham unyana wakhe wayephethe endlini kakumkani,* egweba abantu belo lizwe.+