-
2 Kronike 28:19IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
19 UYehova wamthoba uYuda ngenxa kaKumkani uAhazi wakwaSirayeli, kuba wayeka kwabakho uvula-zibhuqe kwaYuda, owabangela ukuba abantu bangathembeki nyhani kuYehova.
-