18 Kwakukho abantu abaninzi ababengazicocanga, ngokukodwa kwabo babevela kwaEfrayim, kwaManase,+ kwaIsakare nakwaZebhulon, sekunjalo bayitya iPasika, ibe loo nto yayiphikisana nento ebhaliweyo. Kodwa uHezekiya wabathandazela wathi: “Kwanga uYehova, ekubeni elungile,+ angamxolela