2 Kronike 35:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Emva kwelo theko, emva kokuba uYosiya eyilungisile itempile,* uKumkani uNeko+ waseYiputa wenyuka weza kulwa eKarkemishe ngakumEfrate. UYosiya wahamba wayokulwa naye.+ 2 Kronike ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 35:20 IMboniselo(Efundwayo),3/2017, iphe. 27
20 Emva kwelo theko, emva kokuba uYosiya eyilungisile itempile,* uKumkani uNeko+ waseYiputa wenyuka weza kulwa eKarkemishe ngakumEfrate. UYosiya wahamba wayokulwa naye.+