Nehemiya 3:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ecaleni kwabo kwakusebenza u-Uziyeli unyana kaHarehaya, omnye wabakhandi begolide, elandelwa nguHananiya, omnye wabenzi bamafutha okuthambisa;* ibe bayigangatha iYerusalem babeka amatye ukuyokutsho kuDonga Olubanzi.+
8 Ecaleni kwabo kwakusebenza u-Uziyeli unyana kaHarehaya, omnye wabakhandi begolide, elandelwa nguHananiya, omnye wabenzi bamafutha okuthambisa;* ibe bayigangatha iYerusalem babeka amatye ukuyokutsho kuDonga Olubanzi.+