Nehemiya 9:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Oonyana babo bahlala kwelo lizwe,+ waza wena woyisa amaKanan awayehlala kulo,+ wanikela izizwana nookumkani bawo kubo, ukuze benze loo nto bafuna ukuyenza kuwo.
24 Oonyana babo bahlala kwelo lizwe,+ waza wena woyisa amaKanan awayehlala kulo,+ wanikela izizwana nookumkani bawo kubo, ukuze benze loo nto bafuna ukuyenza kuwo.