Yobhi 3:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 “Akwaba wawungazange ufike umhla endazalwa ngawo,+Nobusuku ekwathiwa ngabo, ‘Kukhawulwe indoda!’