INdumiso 45:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Uyeyona nzwana phakathi koonyana babantu. Emilebeni yakho kuphuma amazwi amyoli.+ Yiyo le nto uThixo ekusikelele ngonaphakade.+ INdumiso ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 45:2 IMboniselo,2/15/2014, iphe. 4 8/15/2002, iphe. 12
2 Uyeyona nzwana phakathi koonyana babantu. Emilebeni yakho kuphuma amazwi amyoli.+ Yiyo le nto uThixo ekusikelele ngonaphakade.+