INdumiso 53:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Uthetha ukuba akukho namnye kubenzi-bubi ovayo? Baginya abantu bam ngokungathi batya isonka. Abathandazi kuYehova.+
4 Uthetha ukuba akukho namnye kubenzi-bubi ovayo? Baginya abantu bam ngokungathi batya isonka. Abathandazi kuYehova.+