INdumiso 63:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 63 Owu Thixo, unguThixo wam, ndihlala ndikukhangela.+ Ndikunxanelwe.+ Ndityhafile ngenxa yokufuna wenaEmhlabeni owomileyo, ekungekho manzi kuwo.+
63 Owu Thixo, unguThixo wam, ndihlala ndikukhangela.+ Ndikunxanelwe.+ Ndityhafile ngenxa yokufuna wenaEmhlabeni owomileyo, ekungekho manzi kuwo.+