INdumiso 92:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Amehlo am aza kujonga iintshaba zam ezoyisiweyo;+Iindlebe zam ziza kuva ngokuwa kwezikhohlakali ezindihlaselayo.
11 Amehlo am aza kujonga iintshaba zam ezoyisiweyo;+Iindlebe zam ziza kuva ngokuwa kwezikhohlakali ezindihlaselayo.