INdumiso 94:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Xa ndathi: “Unyawo lwam luyatyibilika,” Owu Yehova, ndaqhubeka ndixhaswa luthando lwakho olungagungqiyo.+
18 Xa ndathi: “Unyawo lwam luyatyibilika,” Owu Yehova, ndaqhubeka ndixhaswa luthando lwakho olungagungqiyo.+