INdumiso 99:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 99 UYehova nguKumkani.+ Mazingcangcazele izizwana. Uhleli etroneni yakhe entla* kweekherubhi.+ Mawugungqe umhlaba.
99 UYehova nguKumkani.+ Mazingcangcazele izizwana. Uhleli etroneni yakhe entla* kweekherubhi.+ Mawugungqe umhlaba.