INdumiso 141:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Kwanga umthandazo wam ungaba njengesiqhumiso esiqholiweyo+ phambi+ kwakho,Izandla zam eziphakamileyo zibe njengomnikelo wokutya okuziinkozo wangokuhlwa.+ INdumiso ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 141:2 IMboniselo,6/15/2014, iphe. 16
2 Kwanga umthandazo wam ungaba njengesiqhumiso esiqholiweyo+ phambi+ kwakho,Izandla zam eziphakamileyo zibe njengomnikelo wokutya okuziinkozo wangokuhlwa.+