INgoma yazo iiNgoma 8:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 “Akwaba bendikuthatha njengomntakwethu,Owancanca emabeleni kamama! Bendiza kuthi xa ndikubona phandle, ndikuphuze,+Kungabikho mntu undithela nqa.
8 “Akwaba bendikuthatha njengomntakwethu,Owancanca emabeleni kamama! Bendiza kuthi xa ndikubona phandle, ndikuphuze,+Kungabikho mntu undithela nqa.