-
Isaya 37:27IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
27 Abemi bazo baza kuba ziintsizana;
Baza koyika baze bahlaziswe.
Baza kuba njengezityalo zasendle nengca eluhlaza,
Njengengca ephezu kwendlu etshiswe ngumoya wasempuma.
-