Isaya 42:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Ngoko uThixo waqhubeka eyigalela kuSirayeli ingqumbo yakhe,Umsindo wakhe nobundlobongela bemfazwe.+ Waqwenga kwanto ephambi kwakhe, kodwa uSirayeli akazange ayihoye loo nto.+ Wavutha, kodwa uSirayeli akazange ayikhathalele loo nto.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 42:25 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 45
25 Ngoko uThixo waqhubeka eyigalela kuSirayeli ingqumbo yakhe,Umsindo wakhe nobundlobongela bemfazwe.+ Waqwenga kwanto ephambi kwakhe, kodwa uSirayeli akazange ayihoye loo nto.+ Wavutha, kodwa uSirayeli akazange ayikhathalele loo nto.+