Isaya 47:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Ubuze bakho buza kubonwa. Ukuhlazeka kwakho kuza kuba semehlweni. Ndiza kuziphindezela,+ ibe akukho mntu uza kuxaba endleleni yam.* Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 47:3 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 107
3 Ubuze bakho buza kubonwa. Ukuhlazeka kwakho kuza kuba semehlweni. Ndiza kuziphindezela,+ ibe akukho mntu uza kuxaba endleleni yam.*