Isaya 62:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Kuba kanye njengomfana otshata intombi engazange yalala nandoda,Oonyana bakho baza kukutshata. Kanye njengokuba umyeni evuyela umakoti wakhe,NoThixo wakho uza kuvuya ngenxa yakho.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 62:5 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 340-341
5 Kuba kanye njengomfana otshata intombi engazange yalala nandoda,Oonyana bakho baza kukutshata. Kanye njengokuba umyeni evuyela umakoti wakhe,NoThixo wakho uza kuvuya ngenxa yakho.+