Yeremiya 19:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ndiza kubenza batye inyama yoonyana babo nenyama yeentombi zabo; ngamnye uza kutya inyama yomhlobo wakhe, ngenxa yokuhlaselwa nokuphelelwa ngamacebo xa berhangqwe ziintshaba zabo nangabo bafuna ukubabulala.”’+ Yeremiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 19:9 UYeremiya, iphe. 154-155
9 Ndiza kubenza batye inyama yoonyana babo nenyama yeentombi zabo; ngamnye uza kutya inyama yomhlobo wakhe, ngenxa yokuhlaselwa nokuphelelwa ngamacebo xa berhangqwe ziintshaba zabo nangabo bafuna ukubabulala.”’+