Yeremiya 20:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Kodwa wena Yehova wemikhosi, uyaligocagoca ilungisa;Ubona ezona zinto zinzulu lizicingayo* kunye nentliziyo.+ Mandikubone xa uziphindezela kubo,+Kuba ndizokumangala kuwe.+ Yeremiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 20:12 UYeremiya, iphe. 148-149
12 Kodwa wena Yehova wemikhosi, uyaligocagoca ilungisa;Ubona ezona zinto zinzulu lizicingayo* kunye nentliziyo.+ Mandikubone xa uziphindezela kubo,+Kuba ndizokumangala kuwe.+