Yeremiya 51:64 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 64 Emva koko uze uthi, ‘Le yindlela eza kutshona ngayo iBhabhiloni, ibe ayizukuphinda ivuke+ ngenxa yentlekele endiyizisela yona; kwaye abantu bayo baza kutyhafa.’”+ Aphela apha ke amazwi kaYeremiya.
64 Emva koko uze uthi, ‘Le yindlela eza kutshona ngayo iBhabhiloni, ibe ayizukuphinda ivuke+ ngenxa yentlekele endiyizisela yona; kwaye abantu bayo baza kutyhafa.’”+ Aphela apha ke amazwi kaYeremiya.