14 Xa ababingeleli bengena, abamele baphume kwindawo engcwele baye eyadini engaphandle bengakhange baqale bakhulule iimpahla abasebenza ngazo,+ kuba zingcwele. Baza kunxiba ezinye iimpahla xa besiya kwiindawo abavumelekileyo ukuya kuzo abanye abantu.”